CHF 30.60

Mhla Latsh' Ibhayi
Ingqokelela Yamabalana Amafutshane

Xhosa · Paperback / Softback

Shipping usually within 2 to 3 weeks

This item cannot be returned.

Description

Read more










Isihloko sale ngqwebo sithi, 'Mhla Latsh' iBhayi' into ethetha ukuba kuza kwaziwana. Nangona kusaziwana kunjalo ke, ubukhulu becala amabali la ayacaca ukuba umbhali ziingontsi namasuka-ndihlale ahlangene nawo kulaa mimandla ikuMneno-Nciba kwatsho kwaqandusela la mabalana angcathu ancindi ivuzisa izinkcwe. Ubukhulu becala ngamabali la ayimvula-mehlo ukuba, 'okuze buponi kotshabalala, okuze ngamathontsi kozinza,' njengoko oko uya kukufumanisa kwimixholo yamabalana afana no'INENE ULUNTU NGEZISULU'. Akhona amabali oya kuwafumanisa esityhilela izizeka-bani zoxinezelelo lwengqondo kubani, ngenxa yobugewu awathi wabhungca ngezikaSibi kubo, mabali awo afana no'ENDLELENI EBUYA E-ADDO'. Masingafinci ke bantakwethu, nqikani nizifincele. Kakade iqwela nesigananda sifincwa ngamakhwahla namagqala.
"Amabalana anonambitheko okomsindleko kumhambi, adiza ilihlo lokhozi kumbhali olirharha nonosiba olunyumbazayo. Ebalisa nje uyahlekisa kodwa uyafundisa. Mna ndithi qha, Zizi elimnyama neenkomo zalo zabalaza mzala womntu amathunzi anabile kukud' eBhayi, malitsh' iBhayi!" (ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).


Product details

Authors Madoda Ndlakuse
Publisher Digital on Demand
 
Content Book
Product form Paperback / Softback
Publication date 01.08.2021
Subject Fiction > Narrative literature
 
EAN 9781920700263
ISBN 978-1-920700-26-3
Pages 180
Dimensions (packing) 12.7 x 20.3 x 1 cm
Weight (packing) 200 g
 

Customer reviews

No reviews have been written for this item yet. Write the first review and be helpful to other users when they decide on a purchase.

Write a review

Thumbs up or thumbs down? Write your own review.

For messages to CeDe.ch please use the contact form.

The input fields marked * are obligatory

By submitting this form you agree to our data privacy statement.